Ezra 6:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ababingeleli nabaLevi bonke babezicocile,+ kungekho namnye ongacocekanga; baxhela umbingelelo wePasika, besenzela bona nabo babekade bengabathinjwa, kunye nabanye ababingeleli.
20 Ababingeleli nabaLevi bonke babezicocile,+ kungekho namnye ongacocekanga; baxhela umbingelelo wePasika, besenzela bona nabo babekade bengabathinjwa, kunye nabanye ababingeleli.