Ezra 6:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Enza neTheko Lezonka Ezingenagwele+ iintsuku ezisixhenxe onwabile, kuba uYehova wawenza onwaba, wenza nokumkani waseAsiriya ukuba awathande,+ ukuze awaxhase kumsebenzi wokwakha indlu yoThixo wokwenene, uThixo kaSirayeli.
22 Enza neTheko Lezonka Ezingenagwele+ iintsuku ezisixhenxe onwabile, kuba uYehova wawenza onwaba, wenza nokumkani waseAsiriya ukuba awathande,+ ukuze awaxhase kumsebenzi wokwakha indlu yoThixo wokwenene, uThixo kaSirayeli.