Ezra 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva kwezi zinto, ngexesha lokulawula kukaKumkani uArtashashta+ wasePersi, uEzra*+ wabuya. Wayengunyana kaSeraya,+ unyana ka-Azariya, unyana kaHilekiya,+ Ezra ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:1 IMboniselo,1/15/2006, iphe. 19 “Sonke ISibhalo”, iphe. 86
7 Emva kwezi zinto, ngexesha lokulawula kukaKumkani uArtashashta+ wasePersi, uEzra*+ wabuya. Wayengunyana kaSeraya,+ unyana ka-Azariya, unyana kaHilekiya,+