Ezra 7:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 “Wena ke Ezra, sebenzisa ubulumko obunikwe nguThixo wakho,* ukuze umisele oomantyi neejaji zabo bonke abantu baPhesheya KoMlambo, bonke abo bawaziyo umthetho kaThixo wakho, uze ufundise nabani na ongawaziyo.+
25 “Wena ke Ezra, sebenzisa ubulumko obunikwe nguThixo wakho,* ukuze umisele oomantyi neejaji zabo bonke abantu baPhesheya KoMlambo, bonke abo bawaziyo umthetho kaThixo wakho, uze ufundise nabani na ongawaziyo.+