Ezra 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ndabanika umyalelo wokuba baye kuIdo inkokheli yaseKasifiya. Ndathi mabathi kuIdo nabantakwabo, abasebenzi basetempileni* ababeseKasifiya, mabathumele abantu abaza kusebenza endlini yoThixo wethu.
17 Ndabanika umyalelo wokuba baye kuIdo inkokheli yaseKasifiya. Ndathi mabathi kuIdo nabantakwabo, abasebenzi basetempileni* ababeseKasifiya, mabathumele abantu abaza kusebenza endlini yoThixo wethu.