Ezra 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ekubeni sasincedwa nguThixo wethu, basizisela indoda esisilumko koonyana bakaMahali+ umzukulwana kaLevi unyana kaSirayeli, uSherebhiya,+ oonyana bakhe nabantakwabo, bengamadoda ayi-18;
18 Ekubeni sasincedwa nguThixo wethu, basizisela indoda esisilumko koonyana bakaMahali+ umzukulwana kaLevi unyana kaSirayeli, uSherebhiya,+ oonyana bakhe nabantakwabo, bengamadoda ayi-18;