-
Ezra 8:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Ndathi ebantwini apho kumlambo iAhava masizile ukutya, ukuze sizithobe phambi koThixo wethu, simcele asikhusele kuhambo lwethu, thina nabantwana bethu nazo zonke izinto esinazo.
-