22 Ndonqena ukucela ukuba ukumkani akhuphe amajoni ahamba ngeenyawo nakhwele amahashe ukuze asikhusele kwiintshaba esidibana nazo endleleni, kuba sasithe kukumkani: “UThixo uyabakhusela bonke abo bafuna uncedo lwakhe,+ kodwa ulwa nabo ngamandla abo bamlahlayo.”+