Ezra 9:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ndathi ndisahleli njalo ndisothukile, kweza bonke abantu ababewahlonipha* amazwi oThixo kaSirayeli bahlala nam de yalixesha lomnikelo wokutya+ wangokuhlwa.
4 Ndathi ndisahleli njalo ndisothukile, kweza bonke abantu ababewahlonipha* amazwi oThixo kaSirayeli bahlala nam de yalixesha lomnikelo wokutya+ wangokuhlwa.