Ezra 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa ngoku uYehova uThixo wethu uye wasenzela ububele okomzuzwana ngokuvumela abanye bethu babuye, nangokusizisa kwindawo ekhuselekileyo, indawo yakhe engcwele+ ukuze amehlo ethu akhazimle, Thixo wethu, nokuze sifumane isiqabu ebukhobokeni.
8 Kodwa ngoku uYehova uThixo wethu uye wasenzela ububele okomzuzwana ngokuvumela abanye bethu babuye, nangokusizisa kwindawo ekhuselekileyo, indawo yakhe engcwele+ ukuze amehlo ethu akhazimle, Thixo wethu, nokuze sifumane isiqabu ebukhobokeni.