9 Kuba nangona singamakhoboka,+ uThixo wethu akasiyekelanga ebukhobokeni; kunoko uye wasibonisa ukuba usithanda ngokungagungqiyo phambi kookumkani basePersi,+ ngokusipha amandla okwakha indlu yoThixo wethu,+ nangokusinika udonga lwamatye kwaYuda naseYerusalem.