12 Ngoko ke, iintombi zenu ningaziniki oonyana balo, noonyana benu ningabathatheli kwiintombi zalo.+ Ningaze nenze nantoni na eza kubazisela uxolo nempumelelo abantu balo,+ ukuze nomelele, nitye isivuno salo esihle nize nilithathele oonyana benu ngonaphakade.’