Ezra 10:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko uShekaniya unyana kaYehiyele+ woonyana bakaElam+ wathi kuEzra: “Siye asathembeka kuThixo wethu, satshata* abafazi bamazwe akufutshane nathi.+ Kodwa ke, lisekhona ithemba ngoSirayeli.
2 Emva koko uShekaniya unyana kaYehiyele+ woonyana bakaElam+ wathi kuEzra: “Siye asathembeka kuThixo wethu, satshata* abafazi bamazwe akufutshane nathi.+ Kodwa ke, lisekhona ithemba ngoSirayeli.