-
Ezra 10:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Ngoko onke amadoda akwaYuda nakwaBhenjamin eza eYerusalem ngenyanga yesithoba, ngomhla we-20 kuloo nyanga, zingekapheli iintsuku ezintathu. Bonke abantu babehleli eyadini yoThixo wokwenene, bengcangcazela ngenxa yale ngxaki nangenxa yemvula eyayinetha ngamandla.
-