Nehemiya 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 La ngamazwi kaNehemiya*+ unyana kaHakaliya: Kunyaka we-20, kwinyanga kaKislevu,* ndandihlala kwinqaba iShushan.*+ Nehemiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 IMboniselo,2/1/2006, iphe. 8-9
1 La ngamazwi kaNehemiya*+ unyana kaHakaliya: Kunyaka we-20, kwinyanga kaKislevu,* ndandihlala kwinqaba iShushan.*+