Nehemiya 1:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngelo xesha kwafika omnye wabantakwethu, uHanani,+ ehamba namanye amadoda akwaYuda. Ndababuza ngamaYuda awayesindile ekuthinjweni+ nangeYerusalem.
2 Ngelo xesha kwafika omnye wabantakwethu, uHanani,+ ehamba namanye amadoda akwaYuda. Ndababuza ngamaYuda awayesindile ekuthinjweni+ nangeYerusalem.