Nehemiya 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngenyanga kaNisan,* kunyaka we-20+ kaKumkani uArtashashta,+ kwabekwa iwayini phambi kwakhe, njengesiqhelo ndayithatha ndayinika ukumkani.+ Kodwa wayengazange akhe andibone ndikhathazekile. Nehemiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:1 IMboniselo,2/1/2006, iphe. 8-9
2 Ngenyanga kaNisan,* kunyaka we-20+ kaKumkani uArtashashta,+ kwabekwa iwayini phambi kwakhe, njengesiqhelo ndayithatha ndayinika ukumkani.+ Kodwa wayengazange akhe andibone ndikhathazekile.