-
Nehemiya 2:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Ngoko ukumkani wathi kum: “Yintoni le ikuhluphayo, kuba ndiyabona ukuba awuguli? Imele ukuba ikhona into ekukhathazayo.” Wathi esakutsho, ndoyika kakhulu.
-