Nehemiya 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UEliyashibhi+ umbingeleli omkhulu nabantakwabo abangababingeleli bahamba baya kwakha iGeyithi Yeegusha.+ Bayingcwalisa*+ baza bayifaka iingcango; bayingcwalisa ukuyokutsho kwiNqaba IMeya+ nakwiNqaba KaHananeli.+
3 UEliyashibhi+ umbingeleli omkhulu nabantakwabo abangababingeleli bahamba baya kwakha iGeyithi Yeegusha.+ Bayingcwalisa*+ baza bayifaka iingcango; bayingcwalisa ukuyokutsho kwiNqaba IMeya+ nakwiNqaba KaHananeli.+