Nehemiya 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UMalekiya unyana kaRekabhi, inkosana yengingqi yaseBhete-hakerem,+ walungisa iGeyithi Yeemfumba Zothuthu; wayakha waza wafaka iingcango, izitshixo nemivalo yayo. Nehemiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:14 UYeremiya, iphe. 160-161
14 UMalekiya unyana kaRekabhi, inkosana yengingqi yaseBhete-hakerem,+ walungisa iGeyithi Yeemfumba Zothuthu; wayakha waza wafaka iingcango, izitshixo nemivalo yayo.