Nehemiya 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngapha kwakhe kwakusebenza uNehemiya unyana ka-Azebhuki, inkosana yesiqingatha sengingqi yaseBhete-tsure+ phambi kweNdawo Yokungcwaba KaDavide+ ukuyokutsho kwidama+ elakhiweyo nakwiNdlu Yamakroti.
16 Ngapha kwakhe kwakusebenza uNehemiya unyana ka-Azebhuki, inkosana yesiqingatha sengingqi yaseBhete-tsure+ phambi kweNdawo Yokungcwaba KaDavide+ ukuyokutsho kwidama+ elakhiweyo nakwiNdlu Yamakroti.