Nehemiya 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngapha kwakhe kwakusebenza abaLevi: uRehum unyana kaBhani, ecaleni kwakhe kusebenza uHashabhiya, inkosana yesiqingatha sengingqi yaseKeyila,+ esenza umsebenzi owabelwe ingingqi yakhe.
17 Ngapha kwakhe kwakusebenza abaLevi: uRehum unyana kaBhani, ecaleni kwakhe kusebenza uHashabhiya, inkosana yesiqingatha sengingqi yaseKeyila,+ esenza umsebenzi owabelwe ingingqi yakhe.