Nehemiya 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ecaleni kwakhe, uEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa, wayelungisa indawo engaphambi kweqhina elinyukela kwiNdawo Yezixhobo ekwiNtsika Exhase Udonga.+
19 Ecaleni kwakhe, uEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa, wayelungisa indawo engaphambi kweqhina elinyukela kwiNdawo Yezixhobo ekwiNtsika Exhase Udonga.+