Nehemiya 3:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngapha kwakhe kwakusebenza uPalali unyana kaUzayi phambi kweNtsika Exhase Udonga nakwinqaba edibene neNdlu KaKumkani,+ engasentla kwiYadi Yoonogada.+ Ngapha kwakhe yayinguPedaya unyana kaParoshe.+
25 Ngapha kwakhe kwakusebenza uPalali unyana kaUzayi phambi kweNtsika Exhase Udonga nakwinqaba edibene neNdlu KaKumkani,+ engasentla kwiYadi Yoonogada.+ Ngapha kwakhe yayinguPedaya unyana kaParoshe.+