14 Xa ndabona indlela aboyika ngayo, ndaphakama ngoko nangoko ndathi kwizikhulu+ nakubaphathi nakwabanye abantu: “Sanukuboyika.+ Khumbulani uYehova, omkhulu nomangalisayo;+ nize nilwele abantakwenu, oonyana benu neentombi zenu, abafazi benu namakhaya enu.”