Nehemiya 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngaphezu koko, ukususela ngemini endamiselwa ngayo ndangumlawuli+ welizwe lakwaYuda, ngonyaka we-20+ ukuyokutsho kunyaka we-32+ kaKumkani uArtashashta,+ ngayo yonke loo minyaka eyi-12, mna nabantakwethu asizange sikutye ukutya okunikwa umlawuli.+
14 Ngaphezu koko, ukususela ngemini endamiselwa ngayo ndangumlawuli+ welizwe lakwaYuda, ngonyaka we-20+ ukuyokutsho kunyaka we-32+ kaKumkani uArtashashta,+ ngayo yonke loo minyaka eyi-12, mna nabantakwethu asizange sikutye ukutya okunikwa umlawuli.+