Nehemiya 6:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 ngoko nangoko uSanebhalati noGeshem bandithumelela umyalezo, besithi: “Masibeke ixesha size sidibane kwenye yeedolophana ezikwiNtlambo YaseOno.”+ Kodwa babesenza iqhinga lokundenzakalisa. Nehemiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:2 IMboniselo,7/1/2007, iphe. 30
2 ngoko nangoko uSanebhalati noGeshem bandithumelela umyalezo, besithi: “Masibeke ixesha size sidibane kwenye yeedolophana ezikwiNtlambo YaseOno.”+ Kodwa babesenza iqhinga lokundenzakalisa.