Nehemiya 6:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 AmaYuda amaninzi ayefungile ukuba aza kuba ngakuye, kuba wayengumkhwenyana kaShekaniya unyana ka-Arahi,+ nonyana wakhe uYehohanan etshate intombi kaMeshulam+ unyana kaBherekiya.
18 AmaYuda amaninzi ayefungile ukuba aza kuba ngakuye, kuba wayengumkhwenyana kaShekaniya unyana ka-Arahi,+ nonyana wakhe uYehohanan etshate intombi kaMeshulam+ unyana kaBherekiya.