Nehemiya 7:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko ndamisela umntakwethu uHanani+ wangumphathi eYerusalem, kunye noHananiya umphathi weNqaba,+ kuba wayeyeyona ndoda ithembekileyo neyoyika uThixo wokwenene+ ngaphezu kwabaninzi.
2 Emva koko ndamisela umntakwethu uHanani+ wangumphathi eYerusalem, kunye noHananiya umphathi weNqaba,+ kuba wayeyeyona ndoda ithembekileyo neyoyika uThixo wokwenene+ ngaphezu kwabaninzi.