Nehemiya 8:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko uEzra wamdumisa uYehova uThixo wokwenene, Lowo mkhulu, baza bonke abantu bathi, “Amen!*+ Amen!” bephakamise izandla zabo. Baqubuda kuYehova.
6 Emva koko uEzra wamdumisa uYehova uThixo wokwenene, Lowo mkhulu, baza bonke abantu bathi, “Amen!*+ Amen!” bephakamise izandla zabo. Baqubuda kuYehova.