Nehemiya 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya nisele nezinto ezimnandi,* nize niphe nabo bangenakutya;+ kuba le yimini engcwele kwiNkosi yethu; ningakhathazeki, kuba uvuyo enilunikwa nguYehova luza kunomeleza.”* Nehemiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:10 IMboniselo,10/15/2013, iphe. 22 12/15/2008, iphe. 32
10 UNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya nisele nezinto ezimnandi,* nize niphe nabo bangenakutya;+ kuba le yimini engcwele kwiNkosi yethu; ningakhathazeki, kuba uvuyo enilunikwa nguYehova luza kunomeleza.”*