Nehemiya 8:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko bonke abantu bemka baya kutya, basela, baphisa nangokutya bevuya,+ kuba babewaqonda kakuhle amazwi ababewaxelelwe.+
12 Ngoko bonke abantu bemka baya kutya, basela, baphisa nangokutya bevuya,+ kuba babewaqonda kakuhle amazwi ababewaxelelwe.+