Nehemiya 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngaloo ndlela lonke ibandla elalibuye ekuthinjweni lenza amakhusi laza lahlala kuwo; kaloku amaSirayeli ayegqibele ngomhla kaYoshuwa+ unyana kaNun ukuyenza loo nto, ngoko ayonwabe kakhulu.+
17 Ngaloo ndlela lonke ibandla elalibuye ekuthinjweni lenza amakhusi laza lahlala kuwo; kaloku amaSirayeli ayegqibele ngomhla kaYoshuwa+ unyana kaNun ukuyenza loo nto, ngoko ayonwabe kakhulu.+