Nehemiya 9:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wabanika umoya wakho ukuze babe zizilumko,+ awabavimba nemana yakho,+ wabapha namanzi xa babenxaniwe.+
20 Wabanika umoya wakho ukuze babe zizilumko,+ awabavimba nemana yakho,+ wabapha namanzi xa babenxaniwe.+