Nehemiya 9:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Wabanika izizwe* nezizwana, wabahlulela esinye emva kwesinye,+ balithatha ilizwe likaSihon+ ukumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.
22 “Wabanika izizwe* nezizwana, wabahlulela esinye emva kwesinye,+ balithatha ilizwe likaSihon+ ukumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.