28 Bonke abanye ababingeleli, abaLevi, oonogada basegeyithini, iimvumi, abasebenzi basetempileni nabo bonke abantu ababezishiyile izizwana zamazwe abo ukuze balandele uMthetho woThixo wokwenene,+ bekunye nabafazi babo, oonyana babo neentombi zabo, bonke abo babesele beqabukile,