Nehemiya 11:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 uMataniya+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu+ ongumbhexeshi wekwayara yokudumisa xa kuthandazwa,+ uBhakebhukiya owayelisekela lakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali unyana kaYedutun.+
17 uMataniya+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu+ ongumbhexeshi wekwayara yokudumisa xa kuthandazwa,+ uBhakebhukiya owayelisekela lakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali unyana kaYedutun.+