Nehemiya 13:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko ndabeka uShelemiya umbingeleli, uTsadoki umkhupheli* noPedaya umLevi ukuba bajongane noovimba, bencediswa nguHanan unyana kaZakure unyana kaMataniya, kuba la madoda ayesaziwa ngokuthembeka. Ngawo awayesabela abantakwabo.
13 Emva koko ndabeka uShelemiya umbingeleli, uTsadoki umkhupheli* noPedaya umLevi ukuba bajongane noovimba, bencediswa nguHanan unyana kaZakure unyana kaMataniya, kuba la madoda ayesaziwa ngokuthembeka. Ngawo awayesabela abantakwabo.