3 Makamisele amagosa kuwo onke amaphondo akummandla+ wakhe ukuze aqokelele iinzwakazi ezingazange zalala nandoda, azise kwinqaba iShushan, endlini yabafazi. Mazihoywe nguHegayi+ ithenwa likakumkani, elingumgcini wabafazi, kwaye mazithanjiswe ngezinto zokuzenza ntle.