Estere 2:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Yayikhulisa* uHadasa,* oko kukuthi, uEstere, intombi yomntakwabotata wakhe,+ kuba wayengenatata engenamama. Le ntwazana yayimile kakuhle kwaye inomkhitha. Kwathi kwakusweleka utata wayo nomama wayo, uMordekayi wayikhulisa njengentombi yakhe. Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:7 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 127 IMboniselo,10/1/2011, iphe. 19
7 Yayikhulisa* uHadasa,* oko kukuthi, uEstere, intombi yomntakwabotata wakhe,+ kuba wayengenatata engenamama. Le ntwazana yayimile kakuhle kwaye inomkhitha. Kwathi kwakusweleka utata wayo nomama wayo, uMordekayi wayikhulisa njengentombi yakhe.