Estere 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Lathi lakuphuma ilizwi nomthetho kakumkani, neentombi ezininzi ziqokelelwe kwinqaba* iShushan,* zihoywe nguHegayi,+ naye uEstere wasiwa endlini kakumkani phantsi kukaHegayi umgcini wabafazi.
8 Lathi lakuphuma ilizwi nomthetho kakumkani, neentombi ezininzi ziqokelelwe kwinqaba* iShushan,* zihoywe nguHegayi,+ naye uEstere wasiwa endlini kakumkani phantsi kukaHegayi umgcini wabafazi.