Estere 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Yayingena ngokuhlwa, ize kusasa ibuyele endlini yesibini yabafazi* eyayiphethwe nguShahashegazi ithenwa likakumkani,+ umgcini wabafazi.* Yayingaphindi ingene kukumkani ngaphandle kokuba ukumkani uye wayithanda kakhulu yaza yabizwa ngegama.+ Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:14 IMboniselo,3/1/2006, iphe. 9
14 Yayingena ngokuhlwa, ize kusasa ibuyele endlini yesibini yabafazi* eyayiphethwe nguShahashegazi ithenwa likakumkani,+ umgcini wabafazi.* Yayingaphindi ingene kukumkani ngaphandle kokuba ukumkani uye wayithanda kakhulu yaza yabizwa ngegama.+