Estere 2:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ukumkani wamthanda uEstere ngaphezu kwabo bonke abanye abafazi, wamthanda* nangaphezu kwazo zonke ezinye iintombi ezingazange zalala nandoda. Wamthwalisa iqhiya yasebukhosini waza wamenza ukumkanikazi+ esikhundleni sikaVashti.+
17 Ukumkani wamthanda uEstere ngaphezu kwabo bonke abanye abafazi, wamthanda* nangaphezu kwazo zonke ezinye iintombi ezingazange zalala nandoda. Wamthwalisa iqhiya yasebukhosini waza wamenza ukumkanikazi+ esikhundleni sikaVashti.+