Estere 2:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngaloo mihla, ngoxa uMordekayi wayehleli egeyithini kakumkani, uBhigetan noTereshe, amagosa amabini kakumkani asendlini kakumkani, oonogada basemnyango, bacaphuka baza benza iqhinga lokubulala* uKumkani uAhaswerosi.
21 Ngaloo mihla, ngoxa uMordekayi wayehleli egeyithini kakumkani, uBhigetan noTereshe, amagosa amabini kakumkani asendlini kakumkani, oonogada basemnyango, bacaphuka baza benza iqhinga lokubulala* uKumkani uAhaswerosi.