Estere 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Yaphandwa le nto, kwaza ekugqibeleni kwafunyaniswa ukuba iyinyani, aza omabini la madoda axhonywa esibondeni; ibe yonke loo nto yabhalwa kwimbali yamaxesha, ekho ukumkani.+
23 Yaphandwa le nto, kwaza ekugqibeleni kwafunyaniswa ukuba iyinyani, aza omabini la madoda axhonywa esibondeni; ibe yonke loo nto yabhalwa kwimbali yamaxesha, ekho ukumkani.+