Estere 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Emva kwale nto, uKumkani uAhaswerosi wamnyusela uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa ngokwenza itrone yakhe ibe ngaphezu kwazo zonke ezezinye iinkosana ezazikunye naye.+ Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:1 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 131 IMboniselo,10/1/2011, iphe. 21
3 Emva kwale nto, uKumkani uAhaswerosi wamnyusela uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa ngokwenza itrone yakhe ibe ngaphezu kwazo zonke ezezinye iinkosana ezazikunye naye.+