Estere 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngenyanga yokuqala, oko kukuthi, inyanga enguNisan,* ngonyaka we-12 kaKumkani uAhaswerosi,+ benza iPuri+ (oko kukuthi, iQashiso) phambi kukaHaman ukuze bafumane umhla nenyanga, yaza yawela kwinyanga ye-12, inyanga enguAdare.*+
7 Ngenyanga yokuqala, oko kukuthi, inyanga enguNisan,* ngonyaka we-12 kaKumkani uAhaswerosi,+ benza iPuri+ (oko kukuthi, iQashiso) phambi kukaHaman ukuze bafumane umhla nenyanga, yaza yawela kwinyanga ye-12, inyanga enguAdare.*+