-
Estere 3:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Oonobhala+ bakakumkani babizwa ngomhla we-13 wenyanga yokuqala. Bayibhala+ yonke imiyalelo kaHaman awayeyiyalele abaphathiswa bamaphondo bakakumkani, abalawuli bamaphondo* neenkosana zezizwana ezahlukahlukeneyo, kwiphondo ngalinye ngendlela yalo* yokubhala, nakwisizwana ngasinye ngolwimi lwaso. Kwabhalwa egameni likaKumkani uAhaswerosi kwaza kwavalwa ngeringi kakumkani yokugximfiza isitampu.+
-