-
Estere 3:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kwathunywa abantu ukuba base ezi leta kuwo onke amaphondo kakumkani. Ezi leta zazinemiyalelo yokuba onke amaYuda abhujiswe, abulawe aze atshatyalaliswe, omncinci nomdala, abantwana nabafazi, ngosuku olunye, ngomhla we-13 wenyanga ye-12, oko kukuthi, inyanga enguAdare,+ yaye kuxuthwe izinto zawo.+
-