-
Estere 4:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Xa izicakazana namathenwa kaEstere angenayo aza amxelela, ukumkanikazi waba buhlungu kakhulu. Emva koko wathumela iimpahla kuMordekayi ukuze anxibe zona endaweni yamalaphu okwenza ingxowa, kodwa akazange azifune.
-